Iindawo Zokurenta Inyanga eNeuvy-en-Dunois

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Eole-en-Beauce
IBeauceronne indlu enendawo enkulu yangaphandle
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 227 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Terminiers
Iflethi okanye indlu ekwicomplex emaphand
24 Aga – 21 Sep
Yi$1 552 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
ISuperhost
Indlu e-Sancheville
Indlu eyi-70 m2 eSancheville
25 Mey – 22 Jun
Yi$1 581 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sancheville
Isitudiyo esitofotofo 20 km emazantsi ECHARTRES
15 Jun – 13 Jul
Yi$1 299 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.