Iindawo Zokurenta Inyanga eNevesinje

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mostar
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eHortens 欢迎您
8 Dis – 5 Jan
Yi$375 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-390
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mostar
Iflethi okanye indlu ekwicomplex Iziko Lesi
10 Okt – 7 Nov
Yi$754 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mostar
Cheap house near the center of city
31 Jan – 28 Feb
Yi$525 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-298
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mostar
1 soban stan, Rudnik, Mostar
15 Mat – 12 Epr
Yi$480 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.