Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNew Cairo City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Second New Cairo
I-Makany Inn: Madinaty64 (isitudiyo esihle)
14 Jun – 12 Jul
Yi$460 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Second New Cairo
2 br apartmnt, Madinaty compound
23 Jun – 21 Jul
Yi$346 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Second New Cairo
Iflethi entle kufuphi ne-2 hypermarket + iivenkile zokutyela
22 Epr – 20 Mey
Yi$684 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cairo Governorate
Two Bedroom Serviced Apartment
11 Jul – 8 Aga
Yi$1 835 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNew Cairo City

City Centre Almazabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rehab Mall 2bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cairo Festival City Mallbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Airport International ye-Cairobayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Downtown Katameyabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Point 90 Mallbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.