Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNew Malden

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kingston upon Thames
Indlu esemaphandleni enegadi
2–30 Jan
Yi$3 197 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-London
I-New Malden Plat entle
31 Mat – 28 Epr
Yi$2 033 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-London
“Isibhozo" esine-airy 1st floor Apartment
25 Nov – 23 Dis
Yi$2 595 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-London
Cosy studio + en-suite bathroom
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 388 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNew Malden

ALDIbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kingston Hospitalbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jurassic Encounter Adventure Golfbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Glasshousebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Krispy Kremebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Watchmanbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.