Iindawo Zokurenta Inyanga eNew Orleans

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Orleans
Igumbi lokulala eliyi-1 elihle kwi-Bywater 's Edge!
6 Mey – 5 Jun
Yi$1 533 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Metairie
I-Roman Street Retreat
12 Jul – 11 Aga
Yi$1 604 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Garden District
Iflethi Enomtsalane Kwisitrato Semagazini
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 858 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Central City - Garden District
Stupendous Irish Channel Abode 30-day minimum
20 Mat – 19 Epr
Yi$1 875 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-482

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNew Orleans

French Quarterbayi 790 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jackson Squarebayi 477 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Garden Districtbayi 260 abantu basekuhlaleni abayincomayo
City Parkbayi 1 516 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bourbon Streetbayi 347 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-National WWII Museumbayi 804 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.