Iindawo Zokurenta Inyanga eNewcastle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newcastle
*Construction Special Mar-Oct 2024* City Snug
13 Mey – 10 Jun
Yi$2 114 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Newcastle East
I-Surf Shack
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 719 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Merewether
Cosy Merewether Studio | Aircon, internal laundry
20 Jul – 17 Aga
Yi$1 988 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Elermore Vale
I-Newcastle 30.25 kwiVale
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 773 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewcastle

Foreshore Parkbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fort Scratchleybayi 103 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Newcastle Ocean Bathsbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum ye-Newcastlebayi 102 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marketown Shopping Centrebayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Queens Wharf Hotelbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.