Iindawo Zokurenta Inyanga eNewcomb

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Rippleside
I-Rippleside Lane-Across Park ukusuka elwandle. Yabucala.
23 Jun – 21 Jul
Yi$1 435 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-709
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-East Geelong
I-Boutique Loft - Hamba uye kwi-CBD Beach Hospital
5 Jun – 3 Jul
Yi$2 403 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-320
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Belmont
Stylish Geelong Urban Tiny House
5 Jul – 2 Aga
Yi$2 231 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Newtown
Iyunithi enamagumbi okulala ayi-2 atofotofo
31 Mat – 28 Epr
Yi$3 004 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewcomb

The Mill Marketsbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Bellarine (Newcomb)bayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ALDIbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.