Iindawo Zokurenta Inyanga eNewton Blossomville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Milton Keynes
I-Hall Piece Annex
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 503 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bedford
I-studio yomgangatho ophantsi e-Bedford. Indawo yokupaka yasimahla
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 657 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-502
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Northamptonshire
Iloft! Umgama wokuhamba ukuya e-Rushden Lakes!
18 Sep – 16 Okt
Yi$1 767 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Bradwell
Isihlomelo sabucala, sale mihla nesithuleyo.
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 892 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.