Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNewtown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kolkata
I-TITO 'S HAPPESTEST. ZIVE USEKHAYA.
10 Jan – 7 Feb
Yi$454 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kolkata
I-Siddha Xanadu Studio, Ecaleni Kwepuli Kufuphi Nesikhululo Seenqwelo-moya, CC2
22 Sep – 20 Okt
Yi$531 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Kolkata
Urban Xanadu 830 - Pool, Near Airport, CC2
13 Jul – 10 Aga
Yi$638 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kolkata
Spacious 1-bedroom Suite for 4
15 Aga – 12 Sep
Yi$799 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNewtown

I-Axis Mallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Westin Kolkata Rajarhatbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mother's Wax Museumbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tata Medical Centerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arsalan Restaurant & Catererbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Park yase-New Town Bus Standbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Delhi Region
  4. Kolkata
  5. Newtown
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga