Iindawo Zokurenta Inyanga eNoosa Heads

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Noosa Heads
I-Noosa kunye ne-2 km ukuya kwi-Hasting Street
2 Feb – 2 Mat
Yi$1 367 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-396
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Noosa Heads
"Iflethi okanye indlu ekwicomplex" - Indlu Enendawo Enkulu eNoosa.
21 Nov – 19 Dis
Yi$3 855 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Noosaville
Izinto zale mihla nezisembindini eNoosa
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 731 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Noosa Heads
"I-Fern Retreat" - Izinto zobunewunewu zabucala eNoosa Heads
11 Nov – 9 Dis
Yi$3 091 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNoosa Heads

Hastings Streetbayi 331 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunshine Beach SLSCbayi 169 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Noosa Spit Recreation Reservebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Noosa Heads Surf Life Saving Clubbayi 123 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sofitel Noosa Pacific Resortbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fairy Poolsbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.