Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNuevo Laredo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Nuevo Laredo, Mexico
(2) INDAWO ENTLE YOKUHLALA ENUEVO LAREDO, EMEXICO # 2
25 Feb – 24 Mat
Yi$2 742 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Nuevo Laredo, Mexico
(1) INDAWO ENTLE YOKUHLALA ENUEVO LAREDO MEXICO # 1
17 Feb – 16 Mat
Yi$2 775 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nuevo Laredo, Mexico
INDLU YENYANGA, ubutofotofo kunye nokuphumla.
20 Aga – 17 Sep
Yi$1 602 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nuevo Laredo, Mexico
UD10 uGqr. Mier Department-1 Igumbi lokulala
9 Jun – 7 Jul
Yi$991 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNuevo Laredo

The Outlet Shoppes at Laredobayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant El Ranchobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taco Palenque San Bernardobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.