Iindawo Zokurenta Inyanga eOkinawa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-今帰仁村
Kuphela kwiqela elinye ngosuku, iMirakai Aquarium kunye neKouri Island zihamba ngemizuzu eyi-10 ukusuka kwindlu engasemva, kwaye ulwandle oluhle luhamba umzuzu oyi-1.
17 Nov – 15 Dis
Yi$858 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naha
102号室 /牧志公設市場まで徒歩5分! 5min walk to Makishi market
1–29 Jun
Yi$774 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Naha
Igumbi labucala elilula # 1-central Naha
20 Sep – 18 Okt
Yi$811 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-中頭郡
Indawo kaCeci Ipholile ibe ithe cwaka!
9 Sep – 7 Okt
Yi$886 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOkinawa

AEON MALL Okinawa Rycombayi 340 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Okinawa Zoo & Museumbayi 103 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Okinawa Comprehensive Athletic Parkbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Koza Sports Parkbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Koza Music Townbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezithole zeSoutheast Botanicalbayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.