Iindawo Zokurenta Inyanga eOkoboji

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arnolds Park
I-Boji basement Full Apartment ---GngerAT
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 488 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spirit Lake
Umbindi weLake Retreat Lonke Inqanaba Eliphantsi Lokuhamba
28 Dis – 25 Jan
Yi$2 012 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-194
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spirit Lake
I-East Lake Okoboji Guesthouse kwindlu engasechibini
29 Dis – 26 Jan
Yi$4 463 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spirit Lake
I-Amazing gracewagenL
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 490 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOkoboji

Okoboji Storebayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Okoboji Boat Worksbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Minervas Restaurant & Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
O'Farrell Sistersbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wyman's Spudnutsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Barn at Okobojibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.