Iindawo Zokurenta Inyanga eOntonagon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ontonagon
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle kufuphi nePorcupine Mountains
14 Mey – 11 Jun
Yi$2 094 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ontonagon
Indawo kaDJ 's U.P. (809) - Igumbi lokulala eli-4 kunye neBhafu ezimbini
29 Okt – 26 Nov
Yi$3 295 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Ironwood
I-Shell Cabin e-Rockhound Hideaway
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 938 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ontonagon
Indawo kaDJ 's U.P. (223)
7 Sep – 5 Okt
Yi$3 669 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOntonagon

Ontonagon Township Park and Campgroundbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Syl's Cafebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roxey'sbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stubb's Barbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gitche Gumee Landing Gift Shopbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Connie'sbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.