Iindawo Zokurenta Inyanga ePalma

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Distrito Centro
COZY HIDEAWAY LOFT... MI AMOR...
10 Dis – 11 Jan
Yi$3 333 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Palma
New Seaviews House with Pool in Palma
26 Nov – 26 Dis
Yi$2 680 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bunyola
Iflethi okanye indlu ekwicomplex edityaniswe nekhaya
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 273 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Playa de Palma
I-PENTHOUSE A, EQAQAMBILEYO, ITHALA ELIKHULU
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 202 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePalma

I-Cathedral-Basilica ye-Santa Maria ye-Mallorcabayi 692 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Mayorbayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pere Garaubayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Castell de Bellverbayi 387 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Porto Pi Centro Comercialbayi 224 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Ramblabayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.