Iindawo Zokurenta Inyanga ePanchgani

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Panchgani
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga, iyunithi ye- "Imperji Villa"
1–29 Mat
Yi$1 014 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Panchgani
I-Dhun-Heta Bungalow
13 Jun – 11 Jul
Yi$4 484 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Panchgani
Indlu esemaphandleni iJena.
23 Nov – 21 Dis
Yi$2 242 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Panchgani
indlu esemaphandleni
1–29 Aga
Yi$4 488 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePanchgani

Parsi Pointbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sydney Pointbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Table Land Lakebayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
On Wheelz Amusement Parkbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jaffer Bhai's Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lucky Cafe And Bakerybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.