Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePark City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Park City
I-NAUTI LODGE ecaleni kwe-Sundance HQ, indawo yokumisa ibhasi, ibhafu eshushu
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 659 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Park City
Mini-Guest Suite: walk to ski PC~ monthly stays
5 Jul – 4 Aga
Yi$2 229 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Park City
I-Park City Njengendawo yasekuhlaleni! Sundance, Ski, Ukunyuka, Ibhayisekile!
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 703 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Park City
Intaba - Isitudiyo seTrailside Park City
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 364 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePark City

Deer Valley Resortbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Park City Main Street Historic Districtbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Montage Deer Valleybayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The St. Regis Deer Valleybayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stein Eriksen Lodge Deer Valleybayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Egyptian Theatrebayi 100 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.