Iindawo Zokurenta Inyanga ePärnu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pärnu
Isitudiyo esingaphantsi kwesixeko – kufutshane nayo yonke into
24 Epr – 22 Mey
Yi$614 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pärnu
Iflethi okanye indlu ekwicomplex GALA- Iziko lesixeko, elijonge iHolo Yedolophu
30 Epr – 28 Mey
Yi$645 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-90
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pärnu
Lovely condo in city center
12 Mat – 9 Epr
Yi$753 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sindi
Pärnu äärelinna peatuspaik Sindi
1–29 Jun
Yi$499 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePärnu

I-Pärnu Rannaparkbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Viiking SPA Hotelbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pärnu Centerbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Steffanibayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaubamajakasbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Pärnu Beach Hiking Trailbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.