Iindawo Zokurenta Inyanga ePenticton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Penticton
I-NarTokyo Getaway: Ilayisensi, Ifama/yezi mini
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 667 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Penticton
On Cloud Wine - Naramata Escape
16 Mat – 13 Epr
Yi$1 229 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Okanagan Falls
*NEW* Lakeside Condo on Skaha Lake (double unit)
19 Mey – 16 Jun
Yi$1 700 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Penticton
Sweetest View Suite
31 Mey – 28 Jun
Yi$2 301 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePenticton

Skaha Lake Parkbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Penticton Lakeside Resort & Conference Centrebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South Okanagan Events Centrebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Okanagan Lake Beachbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Penticton Trade and Convention Centrebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Salty's Beach Housebayi 83 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.