Iindawo Zokurenta Inyanga ePhnom Penh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Phnom Penh
Igumbi lokulala eliyi-1 elitofotofo le-Luxury Condo ePhnom Penh City
31 Mat – 28 Epr
Yi$504 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Phnom Penh
L178 // Duplex #1 - National Museum + Rooftop
19 Okt – 16 Nov
Yi$729 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Phnom Penh
I-Condo yedolophu esembindini ngexabiso elihle
1–29 Jan
Yi$573 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Phnom Penh
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enemizuzu eyi-5 ukuya ecaleni komlambo
20 Jan – 17 Feb
Yi$527 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePhnom Penh

Ikhaya leNkosibayi 105 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike eCentralbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tuol Sleng Genocide Museumbayi 79 abantu basekuhlaleni abayincomayo
NagaWorld Integrated Resortbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isibhaxu seNkululekobayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AEON MALL Sen Sok Citybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.