Iindawo Zokurenta Inyanga ePhu Quoc

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Phu Quoc
Ikhaya lale mihla nelitofotofo | Isaphulelo Senyanga
2–30 Jun
Yi$472 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Phu Quoc
Comfortable Guesthouse Super Soft Bed Near Beach
31 Mat – 28 Epr
Yi$416 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Phu Quoc
6161-Apartment,fully furnished,central, beachfront
16 Nov – 14 Dis
Yi$538 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Phu Quoc
Ocean view 1BR condo sunset-town south Phu Quoc
10 Jul – 7 Aga
Yi$970 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePhu Quoc

Phu Quoc International Airportbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chợ Đêm Phú Quốc.bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Long Beach Pearlbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
InterContinental Phu Quoc Long Beach Resortbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Long Beach Resort Phu Quocbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ishishini lezilwane zezinye zeVinpearl Safaribayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.