Iindawo Zokurenta Inyanga ePilar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pilar Centro
leaveamento dos ambientes centro pilar para 2
21 Jul – 18 Aga
Yi$419 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Del Viso
Urban Suite Cristal 207
1–29 Jul
Yi$705 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pilar
Estudio luminoso y acogedor totalmente renovado
2–30 Mey
Yi$879 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pilar
I-FerPilar Suite - Concord Pilar
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 079 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-82

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePilar

Las Palmas Del Pilarbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paseo Champagnatbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hospital Universitario Australbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
pueblo caamañobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pilar Village Cinemabayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sharewood Pilarbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.