Iindawo Zokurenta Inyanga ePlano

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ottumwa
Ihotele i-Blue Fern - iNestled Remote Loft Space
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 580 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centerville
Iflethi Yezitena Zakudala Kwisikwere Sembali
30 Epr – 28 Mey
Yi$1 555 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rathbun
Indlu Yamaplanga Yohambo
30 Sep – 28 Okt
Yi$2 143 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Centerville
Iloft eyi-1 kwigumbi lokulala kwi-Centerville Square enembali
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 566 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.