Iindawo Zokurenta Inyanga ePlatja de la Bassa de l'Arena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-L'Ametlla de Mar
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle (Llevant)
3–31 Dis
Yi$2 267 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-L'Ametlla de Mar
iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle (Es Baluard)
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 942 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-190
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-El Perelló
I-La Casita - Finca Atlanita
30 Okt – 27 Nov
Yi$1 122 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-L'Ametlla de Mar
Apartamento playa Cala Pixavaques
18 Okt – 15 Nov
Yi$1 478 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.