Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaya Boca Chica

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Boca Chica
Ukubuka ulwandle iBoca chica "Torre Boca del Mar 2"
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 602 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Santo Domingo Este
I-BOCA PARAÍSO, I-TOWNHOUSE ENEPULI, IBOCA CHICA
6 Sep – 4 Okt
Yi$1 408 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Boca Chica
iflethi okanye indlu ekwicomple
22 Jul – 19 Aga
Yi$541 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
Igumbi lehotele e-Boca Chica
Iflethi entle ekufutshane nolwandle, Ivenkile Yokutyela
10 Jun – 8 Jul
Yi$1 332 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-91

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.