Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaya Coronado

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Las Lajas, Panamá Oeste
Umgangatho ophezulu eCoronado Bay!
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 487 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Coronado
Apto. PH Paraiso Village. 4 personas. Akukho mascotas
25 Jul – 22 Aga
Yi$813 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Las Lajas, Panamá Oeste
Umgangatho we-15 eCoronado Bay!
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 914 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
ISuperhost
Iflethi e-Playa Coronado
Luxury Oceanfront Coronado Bay, 20th floor
14 Aga – 11 Sep
Yi$2 600 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlaya Coronado

Coronado Golf & Beach Resortbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CORONADObayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Luna Rossa Ristorante e Pizzeriabayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Don Chacho Grillbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sandbar Gastro Pubbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Picasso Restaurantbayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.