Iindawo Zokurenta Inyanga ePloërdut

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Perret
I-Gite kufuphi neLake Guerlédan
14 Sep – 12 Okt
Yi$867 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rostrenen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex elungisiweyo kwiziko lesixeko elitsha iRostrenen
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 148 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Guémené-sur-Scorff
Ty marcheur
1–29 Jun
Yi$1 112 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Ploërdut
I-Ty Célestine
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 357 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePloërdut

Chitterlings Rivalan Quidu SARLbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché Super et Drivebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Drukpabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aux Sabots Rougesbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
L'Atelier Bistrotbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinérochbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.