Iindawo Zokurenta Inyanga ePloudaniel

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Landéda
UKUBUKA ULWANDLE KWINDAWO ENTLE
7 Sep – 5 Okt
Yi$812 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Landerneau
I-Landerneau stopover
18 Nov – 16 Dis
Yi$1 109 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Trégarantec
Indlu ende yoNxweme lwaseLegends, iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha
11 Dis – 8 Jan
Yi$595 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Le Folgoët
Logement indépendant
8 Jun – 6 Jul
Yi$829 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePloudaniel

E.Leclerc LE FOLGOETbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Basilique Notre Damebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cars Bihan (SA)bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.