Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePloumoguer

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Landéda
UKUBUKA ULWANDLE KWINDAWO ENTLE
14 Okt – 11 Nov
Yi$707 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Plougonvelin
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga elwandle ekufutshane nolwandle
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 174 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Renan
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yabantu abayi-2 abangafuniyo kufutshane nombindi welali
14 Dis – 11 Jan
Yi$684 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Plougonvelin
I-Plougonvelin: Iflethi eqaqambileyo e-Trez-hir
22 Nov – 20 Dis
Yi$837 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePloumoguer

Blancs Sablons Beachbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Karting Ploumoguerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Embruns et Mistralbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.