Iindawo Zokurenta Inyanga ePlouyé

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Plouyé
I-Gite de vacances
22 Dis – 19 Jan
Yi$2 004 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lopérec
I-Cleuziou Vraz.
15 Sep – 13 Okt
Yi$934 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Thégonnec
Indlu esemaphandleni entle, abantu abayi-4*, abayi-2.
11 Okt – 8 Nov
Yi$1 090 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Plouyé
Indlwana eyiyo yaseBreton Le Coty
15 Nov – 13 Dis
Yi$2 172 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlouyé

Tavarn Ty Elisebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LES 4 SAISONSbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tamm Kreizbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.