Iindawo Zokurenta Inyanga ePlum Point

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Memphis
Midtown Love Shack large, private, monthly savings
30 Jun – 28 Jul
Yi$1 598 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Memphis
Large, Tree Top balcony apt, month stay discounts
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 784 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Southaven
Indlu ecocekileyo/Epholileyo kufutshane neMemphis/Lander 's Ctr
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 671 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-68
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hernando
Indlu Yeendwendwe Enamagumbi okulala ayi-2 atofotofo Kwindawo Yokuphola
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 512 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-73

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.