Iindawo Zokurenta Inyanga ePlummers Plain

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Horsham
Iflethi Esemgangathweni Enendawo Yokungena Yabucala
29 Epr – 27 Mey
Yi$2 356 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-413
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Warninglid
Indlu esemaphandleni enomtsalane enamagumbi okulala ayi-1 emaphandleni eSussex
25 Okt – 22 Nov
Yi$2 692 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bolney
Indawo esemaphandleni kwindawo ekulungeleyo.
13 Jan – 10 Feb
Yi$3 138 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
Ithandwa zindwendwe
Isakhiwo senkonzo e-Pease Pottage
Modern Chapel/Church Loft, x2 parking, Mid Sussex
4 Dis – 1 Jan
Yi$2 845 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.