Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePodgorica

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Podgorica
Divine studio apt w/ free wi-fi and parking.
10 Jan – 7 Feb
Yi$704 ngenyanga
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Podgorica
I-Podgorica, indawo etofotofo yabantu abayi-2 kwindawo enoxolo
27 Okt – 24 Nov
Yi$399 ngenyanga
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Podgorica
Top opremljen stan, top lokacija
18 Mat – 15 Epr
Yi$752 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Podgorica
I-Deer Suite
20 Okt – 17 Nov
Yi$705 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePodgorica

Pod Volatbayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of Montenegrobayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Delta Citybayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Niagara Fallsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hilton Podgorica Crna Gorabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TV Shopbayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.