Iindawo Zokurenta Inyanga ePodu Iloaiei

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iași
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esedolo
4 Mey – 1 Jun
Yi$729 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-275
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iasi
Indawo ★ Entsha Nesitayela ★ Yokuphumla | Indawo Ezolileyo
11 Epr – 9 Mey
Yi$1 187 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-310
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iași
1 room apartment / apartament cu o camera
18 Jan – 15 Feb
Yi$448 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Iași
Lovely Apartment 2 Near Palas
28 Aga – 25 Sep
Yi$986 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.