Iindawo Zokurenta Inyanga ePoederoijen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoogblokland
Uvimba onomtsalane wengca emaphandleni aseDutch
2–30 Okt
Yi$2 324 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
ISuperhost
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Aalst
Indawo entle yokuzonwabisa kwipaki yeholide ethe cwaka!
19 Jul – 16 Aga
Yi$4 097 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-'s-Hertogenbosch
Indawo evulekileyo esembindini wesixeko ene-pantry.
29 Aga – 26 Sep
Yi$1 443 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Veen
Huisje aan het water
20 Jan – 17 Feb
Yi$3 222 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.