Iindawo Zokurenta Inyanga ePoint Arena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Point Arena
Abalone Hideaway
15 Dis – 12 Jan
Yi$2 831 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Point Arena
I-Cypress Loop
24 Epr – 22 Mey
Yi$2 980 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Point Arena
I-Fireside Curve
8 Jun – 6 Jul
Yi$2 787 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Point Arena
Modern Cabin within Redwoods of P.A.
26 Okt – 23 Nov
Yi$3 922 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoint Arena

B Bryan Preservebayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pier | Chowder House & Tap Roombayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arena Market & Cafebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Franny's Cup & Saucerbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Point Arena Pizzabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arena Theaterbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.