Iindawo Zokurenta Inyanga ePoint Clear

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Fairhope
Indlu Esemaphandleni Enembali Enendawo Esembindini Enkulu
5 Epr – 3 Mey
Yi$4 094 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Fairhope
Fairhope. 17 acres. 15min ukuya dwntwn Fairhope
7 Jun – 5 Jul
Yi$2 799 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Coden
Inkampu Yeentlanzi kwi-Bayou ezimbini (Uxolo, Akukho zilwanyana zasekhaya)
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 739 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fairhope
I-Lob Lolly Farm of Point Clear
25 Okt – 22 Nov
Yi$2 781 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoint Clear

The Grand Hotel Golf Resort & Spa, Autograph Collectionbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakewood Golf Clubbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wash House Restaurantbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Two Sisters Bakery & Delibayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
B & B Pecan Cobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bucky's Loungebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.