Iindawo Zokurenta Inyanga ePoint Fortin

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Fernando
Ukuhoya - Ukujonga, Indawo, Umgangatho, Ukhuselekile.
1–29 Dis
Yi$2 682 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Point Fortin
I-McKenzie Stays - I-Casa Rilassante - Igumbi lokulala elitofotofo eliyi-2
7 Jun – 5 Jul
Yi$1 870 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Point Fortin
Le Chateau - Scarlet Ibis Apartment
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 896 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Fernando
Indawo kaShay. Ihonjiswe kakuhle kwiSixeko kuyo yonke indawo
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 005 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.