Iindawo Zokurenta Inyanga ePoint Loma, San Diego

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Point Loma Peninsula
I-Luxury Guest Suite Yangoku enendawo yokupaka yasimahla yeGaraji
7 Aga – 6 Sep
Yi$2 364 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Point Loma Peninsula
The Ultimate Beach Studio-Loft! Point Loma with AC
11 Mat – 12 Epr
Yi$3 406 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Point Loma Peninsula
Lovely condominium, 2 min from the beach.
3 Nov – 5 Dis
Yi$3 652 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown San Diego
I-Studio Condo yanamhlanje embindini we-East Village
5 Sep – 7 Okt
Yi$3 264 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoint Loma, San Diego

Ocean Beachbayi 776 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Steshini ye-Libertybayi 269 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Old Town San Diegobayi 170 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Del Coronadobayi 519 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coronado Beach & Dog Parkbayi 144 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cabrillo National Monumentbayi 238 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.