Iindawo Zokurenta Inyanga ePoint Venture

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Point Venture
La Casa De Lago on Lake Travis/ Golf cart
24 Okt – 21 Nov
Yi$4 237 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
ISuperhost
I-townhouse e-Point Venture
Ikhaya elitofotofo elineendawo ezintle zeLake Travis
7 Aga – 4 Sep
Yi$2 590 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-59
ISuperhost
Indlu e-Lago Vista
I-Vasquez Oasis!
12 Epr – 10 Mey
Yi$3 314 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spicewood
I-Boho Getaway — Isitudiyo seFlethi
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 781 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoint Venture

Lakeway Resort and Spabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Gnarly Garbayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Point Venture Golf Clubbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakeway Marinabayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Liquid Thrillz Boat Rentalsbayi 71 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Point Venture Property Ownersbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.