Iindawo Zokurenta Inyanga ePoipu, Koloa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Koloa
I-Garden Isle Condo
19 Jul – 16 Aga
Yi$6 196 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-256
ISuperhost
Iflethi e-Koloa
Amanyathelo okuya elwandle, iPrince Kuhio 110 ine-AC, ipuli
2–30 Okt
Yi$6 143 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Koloa
IFLETHI okanye indlu ekwicomplex iphupha imizuzu eyi-3. xa usiya elunxwemeni
3 Sep – 1 Okt
Yi$7 420 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-380
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Koloa
Indlu Yeendwendwe Zabucala ePoipu Beach
22 Feb – 22 Mat
Yi$7 056 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-221

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePoipu, Koloa

Kukui'ula Village Shopping Centerbayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Poipu Shopping Villagebayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marriott's Waiohai Beach Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Hyatt Kauai Resort And Spabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Keoki's Paradisebayi 77 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brennecke's Beach Broilerbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. EHawaii
  4. Kauai County
  5. Koloa
  6. Poipu
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga