Iindawo Zokurenta Inyanga ePort Blair

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Blair
Indawo yokuhlala yamatye engwevu- Iyunithi yeStudio
18 Mey – 15 Jun
Yi$559 ngenyanga
4.65 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Port Blair
Hibiscus Home Stay & Boutique
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 538 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Blair
IParadesi Villa eneJacuzzi Pool yabucala
11 Aga – 8 Sep
Yi$1 048 ngenyanga
4.61 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port Blair
AMATYE ANGWEVU I-SHELTER- iflethi enamagumbi okulala ayi-2 (kumgangatho wokuqala)
16 Jun – 14 Jul
Yi$1 498 ngenyanga
4.66 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-77

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePort Blair

Isibhede sase-Corbyn Covebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cellular Jail Museumbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marina Park and Aquariumbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezokuHlabelelabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IPaki yeGandhibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seashell port blairbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.