Iindawo Zokurenta Inyanga ePuebla

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Puebla
I-Loft yaseMexico ethokozisayo eLos Sapos
20 Feb – 20 Mat
Yi$1 518 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Puebla
Indlu entle kwisithili sembali
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 021 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Puebla
Igumbi elinefenitshala nelinezinto ezinokusetyenziswa
9 Sep – 7 Okt
Yi$548 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-51
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Puebla
Casa Vela vive & vacaciona Suite 5
7 Dis – 4 Jan
Yi$494 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePuebla

Zócalobayi 116 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Doradabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yePueblabayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Explanada Pueblabayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cathedral yePueblabayi 158 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Outlet Puebla Premierbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.