Iindawo Zokurenta Inyanga ePuerto Iguazú

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto Iguazú
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseLas
12 Epr – 10 Mey
Yi$383 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto Iguazú
Iziko elincinci, iflethi enebhalkhoni, indawo ekhethekileyo
29 Nov – 27 Dis
Yi$999 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Puerto Iguazú, Argentina
I-MERALE cabins Indawo egqwesileyo
26 Epr – 24 Mey
Yi$647 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Puerto Iguazú, Argentina
Amagumbi Amnyama e-Loro
4 Jan – 1 Feb
Yi$452 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePuerto Iguazú

I-Hito Tres Fronterasbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Duty Free Shop Puerto Iguazubayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Aripucabayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Feirinha de Puerto Iguazubayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Guiraogabayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Panoramic Grand Hotelbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.