Iindawo Zokurenta Inyanga eRadium Hot Springs

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Radium Hot Springs
Iholide entle netofotofo - Imizuzu eyi-30 kuphela ukuya ePanorama
12 Epr – 10 Mey
Yi$2 227 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Invermere
Umgangatho ophantsi we-King Suite | Ichibi i-Windermere Pointe
2–30 Epr
Yi$1 678 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Radium Hot Springs
I-Harris Hideaway
26 Sep – 24 Okt
Yi$2 462 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Radium Hot Springs
I-Big Bucks Mountain Getaway- 2 bed 2 Bath Condo
14 Mat – 11 Epr
Yi$2 625 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRadium Hot Springs

Horsethief Creek Pub & Eaterybayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Old Salzburg Restaurantbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Horn Cafebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kootenay River Runnersbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Back Country Jacks Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Riko's Radium Family Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.