Iindawo Zokurenta Inyanga eRaigad

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Talegaon Dabhade
Ukubuka ichibi 1BHK iflethi enetreyini encinci.
28 Sep – 28 Okt
Yi$468 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-88
ISuperhost
Iflethi e-पुणे
Ikhaya lemihla ngemihla eliphuhliswa yiGalofu
4 Jan – 1 Feb
Yi$632 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Raigad
Elysium: 1-BHK flat near Imagica with shared pool
13 Jul – 10 Aga
Yi$715 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Navi Mumbai
Indlu enendawo yokuphola enamagumbi okulala ayi-2,Igadi, A/C, Indawo yokupaka
21 Jul – 18 Aga
Yi$788 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRaigad

R City Mallbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Matheran Hill Stationbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Phoenix Marketcitybayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Raigad Fortbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tiger Pointbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kashid Beachbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.