Iindawo Zokurenta Inyanga eRaisting

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Utting am Ammersee
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo eUtting am Ammersee
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 218 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Apfeldorf
Gemütliche Ferienwohnung am Lech
25 Nov – 23 Dis
Yi$1 048 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dießen am Ammersee
Ferienwohnung Bischofsried
10 Nov – 8 Dis
Yi$2 758 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dießen am Ammersee
Iflethi okanye indlu ekwicomplex evulekileyo ekwisikwere sedolophana
25 Sep – 23 Okt
Yi$2 723 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRaisting

Gastwirtschaft und Pension Schatzbergalmbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Erdfunkstelle Raistingbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hof-Biergarten Grenzebachbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Upper Bavaria
  5. Raisting
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga