Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRamchandrapur

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kolkata
I-P25A a Home ekude neKhaya
24 Mey – 21 Jun
Yi$334 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
ISuperhost
Indlu e-Kolkata
Ikhaya elimnandi le-Dev | 4 Kms Ukusuka kwisikhululo seenqwelo-moya | Igumbi lokulala le-AC
27 Sep – 25 Okt
Yi$481 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kalyani
IBohemian House
24 Aga – 21 Sep
Yi$280 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kalyani
I-Nest Le yindawo yakho entsha eyonwabileyo.
15 Jun – 13 Jul
Yi$427 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.