Iindawo Zokurenta Inyanga eRamnes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Larvik
Igumbi lokulala elikhanyayo eNevlunghavn.
2–30 Sep
Yi$758 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hof kommune
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindawo entle - igadi enelanga nengaphazanyiswanga
6 Mey – 3 Jun
Yi$1 628 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tønsberg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enkulu nemigangatho eyi-2 enegadi
5 Jul – 2 Aga
Yi$3 293 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Holmestrand
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ephucukileyo yale mihla embindini we
10 Okt – 7 Nov
Yi$1 226 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.