Iindawo Zokurenta Inyanga eRamseytown

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Erwin
Indlu Yamaplanga Engasemanzini - Indalo, Iingxangxasi, Intaba Yomoya
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 028 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Burnsville
Indlu esemaphandleni yaseBurnsville Country
23 Okt – 20 Nov
Yi$2 303 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Erwin
I-Erwin Home ibhiyozela iintaba nemilambo
29 Okt – 26 Nov
Yi$1 874 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Erwin
Indawo yethu engcwele yasentabeni
3–31 Aga
Yi$2 947 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.